apostles of christ jesus

apostles of christ jesus Apostles of Christ Jesus founded in 2012 by Pastor Zwelakhe.M.Xabazi. ministers of the good news,Matthew 28:19-20 Read to Matthew28:19-20

Operating as usual

I 'm live on the earth to fulfilling the purpose of God.this is my temporal assignment.
01/08/2019

I 'm live on the earth to fulfilling the purpose of God.this is my temporal assignment.

01/08/2019

Kungade kudlule konke,izulu nomhlaba kodwa akusayi kudlula nesuntswana emthethweni kaThixo.

Qho ukutshona kwelanga uThixo ebefika e Eden ahlale noAdam noEfa,ababini nabathathu ukuba bathe bavumelana bahlangana na...
19/07/2019

Qho ukutshona kwelanga uThixo ebefika e Eden ahlale noAdam noEfa,ababini nabathathu ukuba bathe bavumelana bahlangana nangantonina egameni lam boyenzelwe.

17/04/2019

Greetings to the Saints even in this year our sacrifice a laughtered.God gave us his Son to be our sacrifice all who believed in Him have everlastered live.He purified us by His blood.He makes us the Priest,the household of heaven.by the blood of Jesus,We not the foreigners anymore we are the children's of God through Christ Jesus.I command to all the Saints please don't take this freedom as an opportunity to do the evil things as the devil do.stand stil,press on don't give a devil a chance to deceive you.be still we live in the last day's Jesus can come anytime. Be blessed all of you in Jesus mighty name amen.

Sigwetyelwe nje ngokwa selukholweni sinoxolo noThixo så få kwisimo esidala savuka kunye niKrestu incwadi yezityholo zeth...
13/12/2018

Sigwetyelwe nje ngokwa selukholweni sinoxolo noThixo så få kwisimo esidala savuka kunye niKrestu incwadi yezityholo zethu wayibethelela emqamlezweni uhlelingasekunene kuThixo uyasithethelela.ngubani kengoku ongasigwebayo?bonke abakuKrestu aboni,kwaye abaphileli kona.sathegwa ngexabiso eliphakeme sahlanjwa ngegazi likaYesu kuso sonke isono.we not Live by Law se live by Faith in Jesus name.

26/11/2018
babandulula.uk

Abazalwane andithandi ningaqondi ubizo lukaThixo luqala emntwini ngexesha aqala ukuva izwi lisebenze kulomntu aqale ukumamkeala alandela uYesu lubizo olo Matthew4:19-22.Yohane17:20.xa kufuneka uyoshumayela awubizwa uyathunywa.Yohane17:18 ndibathuma ehlabathini njengoba wandithumayo.and xa uthunywa nguThixo awungabazi awuthamdabuzi,uyakulendawo akuthumekuyo wenzelwenzeke.ungaya kukuhle abazalwane bakho,kanti ungayaseningavani kuxhomekeke kuThixo oko.sithi isibhalo wabulawa uYakobi wathi Herode akubona ukuba iwakholisile amaJuda lonto wathatha uPetros wavalela entolongweni abaleka athisaa abazalwane bashumayela kwindawo ngendawo.noFillip waphuma ngeyakhe woshumayela kwelamasamariya.ndicacisa ukuba uThixo angamkhupha nakanjani mzalwane ukuba ayoshumayela.kanti uyakhululwa kakuhle aleyo sisigqibo sikaThixo.izenzo13:1-3 ebandleni eAntiyokwe kwakukho abafundisi kuthandazwa kuzilwa ukudla uMoya oyingcwele waziyulela uSawule noBarnabas ukuze baye kumsebenzi ebebebizelwe wona.bambalendawo ababizwangoku babizwa bamakela uYesu ngoku bathunywa kulomsebenzi babebizelwe wona bengakholwa mamela uthi uThixo kuJeremiya ndakwazi mdingekakubumbi ndakwenza umprofethi.ithi lendawo bathibakube bezile ukudla bababeka i zandla babandulula.ukuthunywa nguThixo ningaphazami akufani nobizo lamagqirha.xa uthunywa nguThixo awuqali ugule ubenamabhadi no no no ayingoThixo lowo.xauthuywa nguThixo uyaya qha wathi uThixo makubekho ukukhanya ebumnyameni kwakho.angohlulwa nguwe uThixo.wathamanzi angaphantsi komhlaba makahlanga nisane ndaweninye kwabanjalo.angohlulwa nguwe.more speciale wena wafa akusaphili wena nguChrist Ophila kuwe ngoku ungalanjani ekuthuma ngunongekhe lowo.ifanaqwa xa ekubiza ke wakutsala ngeyakhe isandla Noma ubuxakeke kangalakanani uzoshiya konke umlandele ubuzekonyana bakaZebhedi nakoPetros nakuMateyu owayeqokelela irhafu nazakuxelela.ngeke ungezi.ukuba unombuzo ukuze.

21/11/2018

Seek the Kingdom of God other things are follow you.

15/11/2018

Ndiyathandaza egameni likaYesu ukuba siwiqonde kakuhle uMoya okuthi esiwunikiweyo ongaphakathi kuthi esiwunikwe ngexesha sasamkela iNkosi uYesu.lo Moya ngulo wavuka uYesu kwabafile,ngulo senziwe iNyana bakaThixo ngawo sithi Tata kuThixo kuThixo.ngulo sawuthenjiswa nguYesu kubaPostile.sewukho uyalawula phakathi kwethu athi uPawulos 1st Corinthians3 :16 imizimba yenu yitempile kaThixo umntu owonakalisayo umzimba wakhe no Thixo womonakalisa lomntu.2secCorithians6:16 Ndiya ukwenza ikhaya lam abantu bam ndihlale phakathi kwabo .uthi uJohn14:23 umntu othewalenza izwi lam man noBawo siyehla sihlale kulamntu.ndithandazela sibuqiqe ubutyebi abubeke kuthi uThixo ngelizwi lakhe.

Apostles of Christ Jesus.
04/10/2018

Apostles of Christ Jesus.

It is the Spirit who gives life ,the words that I told you are the Spirit.
12/09/2018

It is the Spirit who gives life ,the words that I told you are the Spirit.

31/08/2018

Ukuba ubani ukuKrestu usisi dalwa esitsha.when anyone join in Christ is the new creature.

Jesus is the Rock of the last ages.everyone who trested in Him have an  overlasting life those who doesn't believe are p...
26/07/2018

Jesus is the Rock of the last ages.everyone who trested in Him have an overlasting life those who doesn't believe are perish.

16/07/2018
apostles of christ jesus's cover photo
06/07/2018

apostles of christ jesus's cover photo

05/07/2018
The things that are impossible in man,it is possible in God
24/06/2018

The things that are impossible in man,it is possible in God

21/06/2018
Ukuba uThixo ungakuthi ngubani ongasichasayo
19/04/2018

Ukuba uThixo ungakuthi ngubani ongasichasayo

07/03/2018

If you do'nt understand Jesus as a son of man,you will never understand Him as a King of Jews,if you not know him as a King of Jews, you will never understand Him as a saviour of the world,or if you not understand him as a saviour of the world you not know him is a son of God,if you not understand him as a son of God you will never know him that He was a word and the word was in God and the word was God in the beginning,if you do'nt know all of this you will never know the Salvation.if you want to know come to me i'm willing to teach you a Salvation. Hosea4ves6 My peaple are destroyed because they have no knowledge.

apostles of christ jesus
24/02/2018

apostles of christ jesus

apostles of christ jesus
24/02/2018

apostles of christ jesus

Lindani eJerusalem nide nambathiswe amandĺa nakubona ukuba selehlile noqala ukungqina apha eJerusalem nide kulolonke ihl...
14/02/2018

Lindani eJerusalem nide nambathiswe amandĺa nakubona ukuba selehlile noqala ukungqina apha eJerusalem nide kulolonke ihlabathi.how do you know that you really waiting in Jerusalem?abanye bawalinda amandla in wrong places bona begcingafanba baseJerusalem one day i will teaching about Jerusalem.but if bakhona abafuna ndiqalise ngoku ndovangabo.

Surely you have read this in the scriptures.when God made a world He made peaple  male and female.God said that is why a...
13/02/2018

Surely you have read this in the scriptures.when God made a world He made peaple male and female.God said that is why a man will leave his Father and Mother.and be joined to his wife.and the two peaple will become one.so they are no longer two but one.God has joined them together.so no one should separate them.the Pharisees asked then why did Moses give a command allowing a man to divorce his wife by writing a certificate of divorce? Jesus answer Moses allowed you to divorce your wives becouse you refused to accept God's teachings.but divorce was not allowed in the beginning.

But the time is coming when the true worshiper will worship the father in Spirit and truth in fact that time is now here...
01/02/2018

But the time is coming when the true worshiper will worship the father in Spirit and truth in fact that time is now here.and these are the kind of peaple the father wants to his worshipers.God is Spirit so the peaple who worship him must worship in Spirit and truth.

06/02/2017

Jeremaya11ves3utsho uYehova ukuthi iqalekisiwe indoda engaweviyo amazwi alomqophiso.mamela uMoses wehla nomyolelo wezisa igazi lebhokhwe, nelegusha nelenkomo, wathi nali igazi lomqhophiso wena, Rom10ves14 umthetho usingise kuKristu,hebrew9ves16kuba apho kukhoyo umnqophiso womyoleli,kufuneka kucace ukufa kwalowo unqophisileyo.Yohane1 ulizwi wabayinyama,igazi leebhokhwe alinamandla,lelikaYesu elinamandla,

06/02/2017

Uxolo lweNkosi yethu uYesu Kristu malubenani.ndibulela iNkosi uYesu ngokuzityhila kwayo ngale page yeApostles of Christ Jesus,ndibulela kubazalwane bonke abayixhasayo ngendlela zonke God bless all of you, keep it up saints because the news of the cross is foolish to those who perish,but to us is the power of God. Thankyou so much for your support.

20/01/2017

Mswelikuqonda into wena into oyihlwayeleyo ayenziwa iphile, ukuba ayithange ife.kanjalo loonto uyihlwayelayo,akuhlwayeli sona isiqu sento esiyakubakho uhlwayela uhlwayela ukhozo nje,uThixo ke uyinika isiqu njengoko athandileyo. Lunjalo uvuko kwelabafileyo,umzimba uhlwayelwa unokonakala uvuke ungenakonakala,uwuhlwayela uswele imbeko, uvuke unobuqaqawuli.uwuhlwayela uswele amandla, uvuka unamandlaowemvelo,kuvuk owomoya

20/01/2017

Andithandi bazalwane ukubnaningazi ngabafileyo nangovuko.Akukho kugcinga,nakwazi,nakulumka kwelabafileyo apho uyakhona wena intshumayeli9vs10.iliso lam aliyikuphinda likubone okulungileyo,aliyikundalama iliso londibonileyo, liphelile ilifu limkile , unjalo ohla ayekwabafileyo akenyuki, akasabuyeli endlwini yakhe. Yobhi7vs7,8,9and10.Osaka ubani athi bothinina? Ukuvuka abafileyo beza benamzimba unjanina?

27/12/2016

To the really Christians Christmas is not about day(25december) and month is about Jesus read Galatians chapter4vs9,and the scriptures are not mention day ,date and month.all we know is Jesus other things like day,date, and month the scripture not tells us that means is coming from devil.

24/11/2016

Apostles,prophets,pastors,avangelits and the teachers njengokuba Moses wayiphakamisa inyoka yobhedu entlango mphakamiseni ngokunjalo nani uYesu Kristu,ebantwini,yahlukanani nokuphakamisa nina, amanzi, ityiwa, impuku, idoom,petrol nezinye eniziphakamisayo.ligama likaYesu lodwa esilinikiweyo bonke abantu abayosindiswa ngalo. Please leaders tell peaple to came back to God. Do'nt mix with your own,or do'nt add.

24/11/2016

USirayeli wona kuThixo,uThixo wamnikela kwinyoka ezinobuhlungu bafa abantu,bagula,bahlupheka. Bakhala kuThixo, wathandaza Moses kuThixo.wathi uThixo kuMoses misa isibinda uxhome inyoka uyenze ngobhedu(bronze). Bonke abajonge kuyo bophila, baphila abatyiweyo zinyoka, ezisabatyayo azabalimaza. Yohane3vs14 njengokuba Moses wayiphakamisa inyoka entlango umele ukuphakanyiswa ngoku njalo unyana wontu(Yesu).

24/11/2016

USirayeri wona phambi Ko

24/11/2016

When Israel was sin

21/08/2016

When Moses came from the mountain,he build the alter of God in the bottom of the mountain.he made a pillars of alter by 12 stones according to the twelve tribes of Israel.(exodus24vs4-5)1Kings18vs30 Elijah said into all peaple come near to me,all peaple come near to him, he repaired the alter of the lord that was broken down,he took twelve stones according to the number of the tribe of the sons of Jacob.

01/08/2016

(tesalonika4ves13)Andithandi ukuba ningazi bazalwane malunga nabalele ukufa,ningabinje ngabangenathemba,uEsawu wathengisa ngobuzibulo bakhe ngenxa yokoyika ukufa(ndinike kulonto ingqombela ndidle ukuba ndizakufa buyintonina ubukhulu,genesis25ves31to33) abantu boyikiswa ngokufa ngusatana ukubahlukane nobabalo lukaThixo elingokukholwa kaKristu uYesu.ukufa kusezofincelwa eloyisweni(1korinte15ves53to58) qinani bazalwane.

Address

R234 Xawuka Str SiteB Khayelitsha 7784 Cape Town
Cape Town

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when apostles of christ jesus posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Nearby hotels